Imihlinzo – Khohlwa ukuba awuzelwanga nge-06 kaSeptember
Ocean Finance uthi uyifumene into yokuba zeziphi iintsuku zoku zalwa ezi noku chazela ukuba ungasiso isinhanha na.
Ocean Finance uthi uyifumene into yokuba zeziphi iintsuku zoku zalwa ezi noku chazela ukuba ungasiso isinhanha na.
Kuthiwa iAgency yonobubi yavula ngo-1969. Bahamba phambili ngoku bana neModels ezimbi kuphela. Isaqhuba kwaye bathi banintsi gqithi abantu abanabo kule Agency.
Lentombazana ifika kwiFlat yayo, ibuya ithenge neGroceries. Ngoku xa evula iFridge yakhe, haybo ayivuleki. “He man, kwenzeka ntoni na apha.” Nguye lowo, ezibuza exakiwe ukuba kwenzeka ntoni na.
Iingcali zase Melika zithi zinayo indlela yokulwa iinkanuko zotywala. Benze iLaser bayenzileyo iyakwazi ukuyi thoba iMain Switch yale nkanuko yotywala.
EBrithani kuthiwa iphume yonke iPolice Station, isukela kwenye iComedy Club ekwalapha kwesi sixeko sase Liverpool.
Imihlinzo kwiBEE: Nalo iqela lebhola eTurkey lithengisa abadlali kuba befuna ukuthenga iiBhokhwe Kuya fumaniseka ukuba unobangela wesisigqibo kukuba eliqela alinabo abatyali zimali abanoku xhasa eliqela. Ngoko ke yabangela into yokuba bafikelele kwesisigqibo ngoba, imali le bayidinga ngaphezu kwabadlali aba bakhoyo. Hay’ke kuye kwayi lonto ukuhluza abafanele ukuthengiswa, ingakumbi abo bafudumeze nje izitulo. Bade bathengiswa ke(…)
Imihlinzo kwiBEE: Nanko umfo wase Russia osebenzela umzi othengisa iPizza esitya umsebenzi. Lomfo uhambisa ukutya komthengi, waze wabhaqwa ngunogada ekungcamla okukutya eliftini, embona kumabona kude wonogada. Khange abesa libazisa unogada, wasukela kulomzi aya kuwo lomfo eyokwazisa umniniyo ngesi sehlo. Khawuzi bukelele nawe: Source: Cheryl Davis (YouTube) Zimane sinzeka: Nanko ke urhulumente wase Mexico kwidolophu yase Guadalajara(…)
Nantso indoda inamaphondo ebunzi Akonelanga ukufakela amaphondo lomfo, umzimba ubhonde bhonde yimibhalo yobu sathana. Imibhalo leyo anayo iquka nezinto ezifana no-666, njalo njalo. Ebese nkundleni evelela ityala awaye bekwe lona pha ngo-2011. Ugwetyiwe ke kule veki iphelileyo. Eyona nto ixhalabisayo ngaye, ziimpondo eziwazi fakelayo ngePlastic Surgery. Umantyi umgcine ngaphaya kwezi tshixo ‘de kufike imini yoku(…)
Inkomo izele ithole elinentloko emile okwe yomntu Elithole lizelwe kwilali ekuthiwa kuse Mazizini, eBergville emantla aseKZN. Urhulumente uceba ukuyi hlola. Phofu kukwa celwa kwa uyise ukuba makeze ngaphambili…Yeeey! 🙂 Read more… Bathe bakuthi abana kumhoya ehamba ngenyawo kwiDrive-Thru wathi uyabuya Lomfo emveni kokuba bemalele ukumhoya kwiDrive-Thru yakwa McDonald’s uyewemnka. Kodwa akhange abesaya kude uthe(…)
Kukho sisi othile othe akubanjwa wangena kwizitulo zemoto yamapolisa Losisi ebeyo kulandwa ngama polisa emveni komlo ebenawo nomyeni wakhe. Phofu ungumntu osoloko enento emlalisa ngapha kwezitshixo ngenxa yendlela aziphatha ngayo. Kuthiwa amapolisa othuke sele ezingena izutulo zale nqwelo yawo. Liye longezwa ke ityala lakhe waze wohlwaywa into epha kwi$1,000 USD. Read more… Losisi ngelakhe(…)