Imihlinzo: Ihlosi libhokile kwilali yase India libula abantu abamnyama tixi xa begoduka ngobusuku
Skeem seBEE kuMhlobo: Sithini namhlanje Ihlosi libhokile kwilali yase India libula abantu abamnyama tixi xa begoduka ngobusuku Kulumnkiswe abahlali bale lali ukuba bayi lumnkele lento yenzekayo. Elihlosi kuthiwa ukusukela kumnyaka 2012 okokoko lisenza into enye, libulala abantu abanxilileyo xa begoduka. Sele libulele abantu aba pha ku12 ubunintsi. Owoku gqibela umntu obulewe leli hlosi limbulele ngoLwesine(…)