Imihlinzo Nanko u-Ex engasolveki ePennsylvania imihlinzo 0 Comment Jun 2, 2020 Lentombazana ifika kwiFlat yayo, ibuya ithenge neGroceries. Ngoku xa evula iFridge yakhe, haybo ayivuleki. “He man, kwenzeka ntoni na apha.” Nguye lowo, ezibuza exakiwe ukuba kwenzeka ntoni na. Read more...
Imihlinzo Imihlinzo: iinkanuko zotywala ingathi zizaku bhangiswa imihlinzo 0 Comment Jun 1, 2020 Iingcali zase Melika zithi zinayo indlela yokulwa iinkanuko zotywala. Benze iLaser bayenzileyo iyakwazi ukuyi thoba iMain Switch yale nkanuko yotywala. Read more...