Nanko u-Ex engasolveki ePennsylvania
Lentombazana ifika kwiFlat yayo, ibuya ithenge neGroceries. Ngoku xa evula iFridge yakhe, haybo ayivuleki. “He man, kwenzeka ntoni na apha.” Nguye lowo, ezibuza exakiwe ukuba kwenzeka ntoni na.
Lentombazana ifika kwiFlat yayo, ibuya ithenge neGroceries. Ngoku xa evula iFridge yakhe, haybo ayivuleki. “He man, kwenzeka ntoni na apha.” Nguye lowo, ezibuza exakiwe ukuba kwenzeka ntoni na.
Iingcali zase Melika zithi zinayo indlela yokulwa iinkanuko zotywala. Benze iLaser bayenzileyo iyakwazi ukuyi thoba iMain Switch yale nkanuko yotywala.
Imihlinzo kwiBEE: Nalo iqela lebhola eTurkey lithengisa abadlali kuba befuna ukuthenga iiBhokhwe Kuya fumaniseka ukuba unobangela wesisigqibo kukuba eliqela alinabo abatyali zimali abanoku xhasa eliqela. Ngoko ke yabangela into yokuba bafikelele kwesisigqibo ngoba, imali le bayidinga ngaphezu kwabadlali aba bakhoyo. Hay’ke kuye kwayi lonto ukuhluza abafanele ukuthengiswa, ingakumbi abo bafudumeze nje izitulo. Bade bathengiswa ke(…)
Imihlinzo kwiBEE: Nanko umfo wase Russia osebenzela umzi othengisa iPizza esitya umsebenzi. Lomfo uhambisa ukutya komthengi, waze wabhaqwa ngunogada ekungcamla okukutya eliftini, embona kumabona kude wonogada. Khange abesa libazisa unogada, wasukela kulomzi aya kuwo lomfo eyokwazisa umniniyo ngesi sehlo. Khawuzi bukelele nawe: Source: Cheryl Davis (YouTube) Zimane sinzeka: Nanko ke urhulumente wase Mexico kwidolophu yase Guadalajara(…)