Imihlinzo kwiBEE: Amapolisa abethwe ngumnyango ebona iVideo kuFacebook ngeli xesha lale Lockdown
EBrithani kuthiwa iphume yonke iPolice Station, isukela kwenye iComedy Club ekwalapha kwesi sixeko sase Liverpool.
EBrithani kuthiwa iphume yonke iPolice Station, isukela kwenye iComedy Club ekwalapha kwesi sixeko sase Liverpool.
Imihlinzo kwiBEE: Nanko usoPolitiki wase Tanzania esithi amakhosikazi mawa fumane 40% womvuzo wabayeni babo. Lonto izaku thoba inani lokukhathazeka kwamakhosikazi.
Imihlinzo kwiBEE: Nalo iqela lebhola eTurkey lithengisa abadlali kuba befuna ukuthenga iiBhokhwe Kuya fumaniseka ukuba unobangela wesisigqibo kukuba eliqela alinabo abatyali zimali abanoku xhasa eliqela. Ngoko ke yabangela into yokuba bafikelele kwesisigqibo ngoba, imali le bayidinga ngaphezu kwabadlali aba bakhoyo. Hay’ke kuye kwayi lonto ukuhluza abafanele ukuthengiswa, ingakumbi abo bafudumeze nje izitulo. Bade bathengiswa ke(…)
Inkomo izele ithole elinentloko emile okwe yomntu Elithole lizelwe kwilali ekuthiwa kuse Mazizini, eBergville emantla aseKZN. Urhulumente uceba ukuyi hlola. Phofu kukwa celwa kwa uyise ukuba makeze ngaphambili…Yeeey! 🙂 Read more…  Bathe bakuthi abana kumhoya ehamba ngenyawo kwiDrive-Thru wathi uyabuya Lomfo emveni kokuba bemalele ukumhoya kwiDrive-Thru yakwa McDonald’s uyewemnka. Kodwa akhange abesaya kude uthe(…)
Umangaliso: Lentwazana inemi nyaka emine izelwe ingenalo nethontsi le gazi Ngumangaliso nyani lo, lentwazana izelwe ingenalo nethontsi legazi emzimbeni wayo, tu. Sele ineminyaka emine ngoku izelwe. Read more… AmaJapan aphindile: Enze iBurger emnyama kulo mjikelo LeBurger ithengiswa nguBurger King wase Japan. Ayinconywa incasa yayo…kuthiwa imuncisa iintupha. Read more… AmaChina aphindile: Lengwenya iqashisa(…)