Imihlinzo: Umbhali wencwadi uthi ukuba kunoku cuthwa inani lamadoda, zonke ingxaki zehlabathi zingaphela
Namhlanje kwiMihlinzo – sithini iSkeem seBEE… Umbhali wencwadi uthi ukuba kunoku cuthwa inani lamadoda, zonke ingxaki zehlabathi zingaphela Lombhali udume ngokulwa yonke into edibene namadoda, kanga ngento yokuba kulo mjikelo ubhala incwadi enenjongo yoku bonisa ukuba kunoku cuthwa inani lamadoda nengxaki zehlabathi zingacutheka. Kodwa ke usayi bhala lencwadi yakhe. Khawu tyebise amehlo ubonise nabanye… Amapolisa avale(…)