Yabuza indoda ukuba iphose ntoni emva kwe-75 days
Kuya vakala ukuba le-Monk ibiyoku zila iintsuku eziyi 75 zomthandazo. Yothuke yoma xa ibuya kuthe ncwe kule Dolophu yabo. Kanti unobangela yile Covid-19. Basa mcacisela ukuba kuye kwenzekani lomzuzwana ebengekho ngawo. Izi-Tonight azijimi ziyatsha Ngela xesha laziwa ngoku ngabikho ngcwele, kuye kwavakala ukhenkce ongapheliyo. Xa ilandelelwa lento, kuya funyaniswa ukuba Izi-Tonight zibbokile, azijimi ziyatsha. SakhiMan(…)